Ndenzel' Uncedo Hymn 377 (Live)

Joyous Celebration

Added on : Mar 29, 2021

Ndenzel’ Uncedo Hymn 377 (Live) – Joyous Celebration
Mar 29, 2021 Abimbola Tolulope
In Lyrics

Hlala
Ho Hlala Nami
Lishonil’ ilanga
Ubu’suku – bufikile nkosi

Mandi
Mandingasali
Ndi ngenay’ umncedi
Ndenze
Ndenzel’ uncendo ngokuhlala nam

(Hala nami baba)
Hlala
(Hlala nami)
Ho Hlala nami
(Lishonile)
Lishonil’ ilanga
(Ubusuku)
Ubu (ubusuku) suku
Bufikile (Bufikile Nkosi) nkosi

(Baba Mandingasali)
Mandi (Mandingasali) mandingasali
(Ndingenay’ umncedi)
Ndinganay’ umncedi
(Ndenzele)
Ndenzel’ (Ndenzel’ nami) Ndenzel’ uncedo
(Ngokuhlala nami)
Ngokuhlala nam

(Hlala Nami Baba)
Hlala
(Hlala Nami Baba)
Ho hlala nami
(Lishonil’ ilanga)
Lishonil’ ilanga
(Nabu Nobusuku)
Ubu (ubusuku) suku
Bufikile nkosi

(Haibo madingasali)
Mandi
(Mandi ngasali mina)
Mandi ngasali
(Ndingenaye)
Ndingenay’ umncedi
(Ndenzele)
Ndenzel’ (Ndenzele nami)
Ndenzele uncedo, ngokuklala nam

(Nkosi Ndenzele)
Ndenzel’ (Ndenzele nami)
Ndenzel’ uncendo (Hlahala Nami)
Ngokuhlala nam

(Bawo ndiyakucela)
Ndenzel’ (Ndicel’uncedo) uncedo nkosi
(Hlala Nam)
Ngokuhlala nam

Uya
Uyakhawuleza
Ngobu bomi bami
Ndiya ndiyashiwa
Zezo mhlaba izinto
Mna ndibona
Inguquleko
Inguquleko zodwa
Wena
Ngiyaguquki yohla hala nam

(Tshini ndenzele)
Ndenzel’, (Ndenzele)
Ndenzele uncedo ngokuhlala nam

(Bawo ndiyakucela)
Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo (Hlala Nami)
Ngokuhlala nam

(Usizi lonke lubheke kuwe Jehova)
Ndenzel’
Ndenzele uncedo ngokuhlala nam
(Hlala Nami)

(Nkosi Ndenzele)
Ndenzel’ (Ndenzele)
Ndenzel’ uncedo
Ngokuhla (hlala) la
(Hlala, Hlala, Hlala, Hlala)

Ndenze (Ndenzele) Ndenzel’ uncedo
(Hlala nami)
Ngokuhlala Nami

(Ah ndiyacela bawo)
Ndenzel’ (Ndenzele)
Ndenzel’ uncedo (Hlala nami)
Ngokuhlala nami

Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam
Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam
Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam
Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam

HOW HAS THIS IMPACTED YOUR LIFE?

Thank you for sharing. Show us some love by joining our community.

Send this to a friend